[ pricing plans ]

Choose Your Perfect Plan

WhatsApp Image 2021-08-30 at 11.54.42 (1)
WELCOME TO OUR WEBSITE

Isibaya funeral services

Ukwazi /kwethu Trading cc, Trading as Isibaya Funeral services is a wholly-owned and managed authorised and licenced FSP-46419.

The business was invented in 2010 as a funeral service provider.

IMMEDIATE HELP

+27 39 311 1432 | +27 73 814 7772

WE’RE OPEN

Mon-Sun: 9Am-5Pm

NEED ANSWERS?

Free Planing Guide

OUR

GREAT BENEFITS

Inyanga zokulinda - 6 months

Inkomo asiyikhupheli mntwana

Inkomo iphuma xa kusweleke umama okanye utata

kuphela okanye loo mntu umdala ubumngenele.

R10 000 nangaphantsi, sikunika imali yokuthenga inyama okanye

uzithengele wena inkomo yakfio&O.E.

R12 500 ukuya phezulu, sikuzisela inkomo ephilayo.

 

 

Inyanga zokulinda - 6 months

llitye lesikhumbuzo likhutshelwa amalungu onke omndeni

ekhaya, ngokweminyaka lowo oshonileyo ashone ekuyo.

litye siyalidiliva ekhaya lomndeni lowo hayi kwenye indawo.

Sinike ixesha eliyi veki ngaphambi kokuba sikudilivele ilitye lakho.

Ofuna igusha / ibhokhwe : xoxisana nathi.

xa ungelo lungu lethu siyakwazi ukukwenzela umngcwabo

ngokuxoxisana nathi.

uyakwazi ukukhokha nge debit order noma nge bank stop order

START PLANNING

CREATE THE MEMORIES YOU’LL LEAVE BEHIND

Planning Ahead Can Give You A Sense Of Relief Knowing Your Life Will Be Celebrated Exactly How You Want.

Our Services

WhatsApp Image 2021-08-30 at 11.54.45 (1)

* Imoto elanda nezisa umzimba
* Amakhaza
* Itente + Izitulo: 100
* Imali yokutya: R2500
* Ibhokisi - Flat Lid.
* Umatshini othoba umzimba

WhatsApp Image 2021-08-30 at 11.54.41 (1)

* Imoto elanda nezisa umzimba
* Amakhaza
* Itente + Izitulo: 100
* Imali yokutya: R2500
* Ibhokisi - Flat Lid.
* Umatshini othoba umzimba

IMMEDIATE HELP

+27 39 311 1432 | +27 73 814 7772

WE’RE OPEN

Mon-Sun: 9Am-10Pm

NEED ANSWERS?

Free Planing Guide

Our Branches

Shop 20

Emsee Building No.2
Main Road Bannerrs Rest
Port Edward 4295

Shop 26

Bam Centre 22
Main Street
Bizana 4800

Shop 26

Bam Centre 22
Main Street
Bizana 4800